INSERT 19

1 Like = ❤️
0

 

Giving someone all your love is never an assurance that their love you back. Don't expect love in return just wait for it to grow in their heart but if it doesn't be counted it grew on yours..


Ngoku ebusy ebrashana nesisu Sam sivele saqina wanezothe xa ndimjogile bendifuna umbuza but yonke into ebevele ayiwalaza kwaye bendingakwaz uphikisana naye bendibanalanto ukuba mdala kum.


Bude beza ubuthongo ndalala vuke sele evukile esenza isonka namaqanda bendingenamdla wakhe
Anele:uvukile bbe
Me:ewe


Waphaka gqiba wabgalela nedrink wazohlala ecaleni kwam
Anele:vuka sitye
Ndaphakama ndahlala waqhubeleka esitya bendingatyi mna bendimjongile qha


Anele:utheni ungatyi

Me:ndihluthi
Anele:hayi yitya ubutye ntoni


Bedidikwe kwalento endikokosa ngokutya


Me:hayi ndiyeke ndihluthi ntoni wadinonosa ngokutya.
Ugqiba ndaphakama ndanxiba
Anele:uyaphi ke ngoku


Me:ndiyagoduka awudiboni
Ebebona ukuba ndinomsindo waphakama wavala emnyango.okay andizube jijisana naye ngesutsixo ndiye ndahlala ebhedi ndacofa i4wn yam


Anele:bbe yintoni igxaki suvumela ukumitha kwakho kwalise ngam


Me:andalisi kwangawe mna nguwe umntu owalisndalila.Bendinomsindo and bendizixelele ukuba ndizomphendula andithuli NTU this tym


Anele:ndenzeni mna
Me;I know everything eyenzekayo ngalamini
Wathula umzuzwana waphakama wayogalela idrink
Anele;uhamba usiva udoti wonke apha phandle


Me:oh guDoti fine tell me ukuba it's not true that u spend the nyt nechery kaBonga
Wathula


Zazehlela inyembezi kum yangathi ndibethiwe wasodela endesula ndatsho ezozandla zakhe
Me:tell me its not true


Anele:its true bbe but khange senzento
Me:xa ningakhange nenzento why uzoyifihla kum


Anele:bendukwazi uzobanje.mamela ndiyakuthanda soze lale nomnye umntu ngaphandle kwakho andith uyazi ndiyakuthanda


Me:ewe
Wandibeka esifubeni sakhe
Anele:suvumela abantu basixabanise coz uyive ngomntu lento wena mamela lento ndiyithethayo uyeva
Ndaqwala intloko.

Wadingakelela I drink ugqiba wenza adume ngazo wenza ijokes sahleka ndalibala noba bendikhe ndalila.
Kwakhala i4wna yakhe wayijonga nje akayibamba ithe xa ukhala okwesithathu ndathetha.


Me:haibo iyakhala i4wn
Anele:ayibalulekanga


Yaphinde yakhala wayibamba


Anele:what.... Hey khandiyeke mna ndibusy.
Wadropha i4wn


Anele:ilv u Ntando
Ndathath uqwala intloko.bendingakwazi nombuza ukuba ngubani lo u4wnayo.
Anele:cela ungahambi namhlanje plz


Me:okay


Anele:ndizopheka ngokwam wena uzolala qha
Nyani sahlala sancokola kwangena Thulani wahlala naye.eberyt yena shame ebengaphaphi kwaye umntu wakhe ebemnye


Thulani:ingathi uyalahleka ngoku
Anele:njani


Thulani:uyayazi uba ndithetha ngantoni
Wajonga kum Anele wafika ndizicofela i4wn yam ndingamjongandahlamba.hey butywala ndiyazi ndiflophile but ndiyilungisile


Thulani:masithembe ke
Wandithuma umbengo uAnele maybe wayengafuni ndive lento bayithethayo nam ndahlamba


Please do Like l Comment l Share 🙏




Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !