Home INSERT INSERT 22 INSERT 22 1 Like = ❤️ December 22, 2022 0 Ndivuke umzimba wam ukhukukekile ndenza isonka neqanda bendiqala utya ihalf yonke ndodwa I guess bendilambile kwaye ndonwabile.cleaner after that ndahlamba bendizixelele uba zolala imini yonke khendiphumle ndenzele lento bithethwa ngugqirha.iyahambile imini ndizigqegqele esofeni ndibukele iTv kukhale i4wn ibingu AneleMe:hiAnele: uziva njani namhlanjeMe:kakuhleAnele: kuhle ke maybe zotsho kubone lateMe:no funa uziphumlela mna apha endliniAnele: unje ke bazobuya abazali bakho ugqiba uthi awunaChance yoza kum Me:noba babuyile wethuAnele:mxm yazi wena ndiyakuthanda kodwa wena awuyiboni lonto kwaye awundithandiMe:ufuna ndenze yonke into oyifunayo while wena ayikho into oyenzaryt beside undijolelaAnele: usekulanto kanti bungathanga undixoleleMe:ndikuxolele kodwa kunzima ulibala what if naye umithiAnele:usewaqava uzihlohlwa nguThulz ezintoMe: kaloku wena umamela uBongaAnele:ndimdala kuwe imbeko iphi Ntando. Xa ndenze into ndixolise yintoni ebangela uphinde uyivuse.mamela apha ujola nam not uThulani okanye yitsho uba umithiswe nguye......Ndadropha i4wn yam ndayicima bendingazube ndimamele ugxoliswa nguAnele mna futhi zange ndibenastress ntu ndagqegqa ndabukelela iTv ndimane ndilala ndithe salele ndeva kukho lomntu ungena emnyango bendicinga ngu chomyMe:uzokhe ungalelwe ngamanzi ashushu emini ungena ungaqoqozangaVoice: ngesewugqibile uwangalelaHaibo ibililizwi lendoda xa ndijika ndijonga gqi ngoAneleMe:ufuna ntoni aphaZange andihoye wahlala estulweni Me:ndiyabuza bothini abantu xa ungena aphaAnele:ubb wakho awumamkele ngeDrink khophakame undiphe amanziNdiphakame nam ndimnike lamanziAnele: utheni uvumela uhlohlwa indaba ngabantuMe:andihlohlwa ndaba mnaWaphakama wema phambi kweTvAnele:ubukade ungadiphenduli ubundiva xa ndithetha ngoku yintoniMe:ubungeka cheati ngoko kwaye ubundithanda hayi ngoku ufuna abanye abantu abanefingerAnele:ndikuthanda unje undiphe isipho bekudala ndisifuna uxolo ngoku khathaza.cela noba yintoni zayenzaMe:cela sikhe singabonani noba yivekiAnele; uba yinto oyifunayo kulungile.Wasondela kum wadibamba nantoniAnele:yonke into oyifunayo undixeleleMe:okayAnele:cela ukufounela everydayMe:akhogxakiAnele: ndiyakuthanda phofu ndiyanithandaMe:siyakuthanda nathiWe kissed then saphuma ndithe xa ndihlala pantsi wangena futhiMe:ulibele ntoniAnele: libele lentoUnyuse iskipha Sam wancamisa isisu Me:haibo ulibele lento qhaSahlekaAnele:inaWandinika Mali ibi500Anele:uyisebenzise xa ufuna into etyiwayo or uya eclinicMe:enkosiWaphuma Ndishiyeke buka lemali ndayoyibeka eroomin yam.bendimkhumbula ngoku esando uhamba kodwa ukungambone okanye kokwehlisa istress nohlala endlini andizuva into ezininzi.vale emnyango ndabuka ipic zam bendimane cuma ndodwa...........,Please do Like l Comment l Share Tags INSERT Facebook Twitter Whatsapp Newer Older