INSERT 24

1 Like = ❤️
0

 

Ndiye ndalala kesana ndeswa nock emnyango bendizixelele uba andizuphakama ntu hayi sana weza efestileni lomntu wadikhwaza mxm bingu Sive.ndaphakama ndamvulela
Me:yintoni wahefuzela
Chomy:uvile
Me:ndive ntoni
Chomy: Anele
Ugqiba wathula wadijamela bendinomsindo ke ngoku
Me:Anele utheni na wena
Chomy:uhlatyiwe
Yakhe yema igqondo ndathula bendingazi noba khale or ndithini
Me:phi nini uhlatywe ngubani bekutheni unjani ngoku uphi yena ngoku......
Wandiqanda uchomy bendingaziva nam
Chomy: imibuzo engaka.andimazi uhlatywe ngubani kodwa kukho ne Chomy yakhe ahlatywe nayo mna fike xa befakwa kwiAmbulance khadiqalaphele uba ngubani omnye lo
Ndazixelela uba akekho omnye umntu nguBonga lowo nguye umntu osoloko esegxakini noAnele
Me:bahlatywe kakhulu
Chomy: kugcwele ingazi pha
Me;:phi
Chomy:epakini
Ndaphuma ndinxibe ezopijama andiyazi noba bendicimba zofika besekhona nah kulopaki.wandilandela uchomy emane endibuza uba ndiyaphi bendingamphenduli.ndafika kulopaki kusagcwele ndema ndabona isihlangu sakhe esinye.haike abahlali bebekhimbana ngam yasuke yangathi andibhadlanga.ndajika ndabuyela endlini ndanxiba ndafounela uBuhle
Buhle:gal
Me:uphi
Buhle:sowuvile
Me:ewe uph wena
Buhle: ndilapha erekini linde kugcwale itaxi ndiya kubo somerset
Me:ndiyeza nam
Ndaphuma ndamshiya uchomy Emile
Chomy: yeka ndizoshiyeka nditsixa ndizova ngawe xa ubuya
Bendihamba ngokubaleka apha endleleni.
Tax driver: ngena besesilinde wena
Ndangena khange bulise nobulisa
Tax Driver: hay subaleka unje mtana wam lento yokhulelwa nibancinci le yiyo eyenza kubekho abantwana abazwala before time nithi nihamba nibe nixhuma xhuma.
Bendingamhoyanga NTU lotata ebengathi uyacula.oko Thule apha endleleni kupatele uBuhle.nyani yafika tax sehlala sithul akukho othetha nomnye.safika kwi receptionist
Receptionist:ndinganicenda
Buhle:ewe sizo bona uAnele jama no Thulani booi
Waphica ekhangela lo sisi
Me:kanti ayingoBonga lo ulapha no Anele
Buhle:no bonga akananto yena
Haibo noba bekutheni uThulani Abe involved emlweni.
Receptionist: ningakwazi umbona uAnele yena
Wadinika number Yale ward akuyo
Buhle:Thulani yena cc
Receptionist: useICU okwangoku anizukwazi
Me:caba uhlatywe kakhulu
Receptionist: zenibuze doctor smith malunga noba unjani
Sahamba saya kule ward akuyo safika ebhadeshwe entloko nasengalweni umzimba bengabonakali wona.waphakamisa intloko wasibona ugqiba walala
Buhle:bhuti uryt
Akaphendula wathula ixeshana MNA oko ndime ezantsi kwebhedi
Me:noba ulele
Wagushuza wavula amehlo
Anele:nini kanti aba
Buhle:ewe
Watsho emtyhila ebebhadushwe nalapha ezimbanjeni
Buhle:bekutheni ngubani onenze lento kuqalele phi
Anele:hayi imibuzo engaka.......sondela apha Ntando
Ndasondela nam
Anele:niryt
Me: nguwe umntu ngesimbuza lonto uyazibonela siryt thina
Anele:ndiryt nam
Buhle:bekutheni
Anele:sihlatywe zezinye intwana maan worse bezindiqubula
Buhle: nobhuti Thulani enequntyulwa naye
Anele:uph kakade yena nimbonile uryt
Buhle: useICU asizukwazi umbona
Wavela walila umntu wazegquma,brndigazi noba mandithini kemna
Buhle:uziphila kodwa hiz ataugh guy
Anele:this all my fault
Me:wenzeni wena
Zange andiphendule oko Sade sakutshwa ziphelile visiting hours. Saphuma sema apha awaiting room salinda lodoctor Smith .


Please do Like l Comment l Share 🙏

Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !