INSERT 28

Down
0

 

This time it was the time that I had to stand up for myself ukuthula and feel sorry it had to stop.
Anele: kudala cela amaxolo but this time I mean it plz khandixolele
My tears were flowing
Me:I thought you loved me but u kept on hurting me,my heart is in pieces my pillow become my best friend I was crying just to kill the pain
Waphakama wama phambi kwam wabeka izandla zakhe on my shoulders
Anele:I never meant to hurt you plz believe me mandisitsho kuwe ndiyakuthanda
Ndasusa izandla zakhe ndema ngenyawo I looked at h with tears
Me:I never thought I could stop calling you mine
Anele:m yours and will always will
Me:my love for you was uncountably, I gave all my love to you, I had cared for you but you cheated on me you played me
Bendigcagcazela ngoku ndithetha
Anele:I never played you Ntando wena ungumntu wam kwaye lonto soze itshintshe
Watsho endihlalisa ebhedini
Me:I did for you what any girl would do ukubonisa ukuba uyakuthanda
Anele: I know uyandithanda
Me:yilonto ebangele wenze zonke ezizinto buyazi that soze kuyeke
Anele:no lastborn ayiyo lonto plz khoxole
Me:I released to you my precious gift I gave you my virginit hopping you would cherish it but no you gave me the opposite
Now bendithetha yonke into bekudala funa uyithetha but soyika
Anele:don't do this Ntando ipreciate everything u had done for me
Me:no Anele you made me pregnant after that you cheated on me not once but many times
Ndaphakama bendifuna uphuma but wavala umnyango
Anele:awukwazi uhamba unje.ndiyakucela khoxole sobe phinde ndone yhini
Me:no Anele I won't allow you to hurt me again
Anele:uzama uthini
Me:andikufuni masohlukane
Anele: plz suyenza lento kum sobe ndiphinde I promise
Wajonga phatsi walila
Me:andikwazi ujola nawe mna kunini undivisa ibuhlungu
Wadibamba ngesandla
Anele:cela uyicinge lento suthi masehlukane better kuphe I space
Me:fine ndinike I space ke
Ndema ngenyawo
Anele: enkosi uzolala apha neh
Noba akadiva nyani lomntu
Me:ndithe ndiphe I space andikuxolelanga kwaye andazi noba zokuxolela plz
Anele: umntana yena
Me:yiyo into ezosidibanisa qha
Anele: ufuna akhule ngaphandle kwam ndikhona
Me;khandiyithethe keleyo
Anele:Ntando cela uze ucinge before wenze
Me:okay
Ndavula umnyango
Anele;cela ukukhapha
Ndaqwala intloko sahamba nyani oko sithule apha endleleni uthetha xa ezojika
Anele:I love you
Me:ae
Anele: cela ukubona gomso
Me:uspace uthetha uthini nha and my parents are coming back tomorrow so must be at home
Anele: okay bye
Ebenomsindo he just quickly hugged and gave me along kiss usuke kuba ndimtshova
Me:hay ayikho lento uyenzayo suka kum
Wavele wasuka gqiba he ran back to his place nam ndayingena ekhaya.......

Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !