INSERT 42

Down
0

He was so happy bendiqala ubona Anele onwabe kangaka wonke umntu wayejonge kuye ndadinentloni sana oko eteketisa uboy phofu ngohoxoxo qha akho kwalento ayithetheyo but I was so happy nam ubona onwabile kwaye disisizathu sokonwaba kwakhe yonke into awakhe wayenza kum yalibaleka it was the new beginning for the three of us.
Nurse: lixesha loba alale ngoku
Ebengokoneli umbamba wafunga intshiya wajonga kum I just smiled at him
Anele: so soon
Nurse: shame awukoneli ungaphinde ubuye late
Anele: kulungile
He wanted umbeka ngokwakhe ebhotileni no nurse shame wamyeka wamlalisa wema embuka ngoku aleleyo MNA besediniwe uma ngoku
Me: asambe ngoku
He looked at him
Anele: daddy have to go now but uzophinde abuye vha
Ijust laughed at him
Anele: uhlekani
Me: ucimba uyakuva ude uthi vha
Sahleka soyi2 sabe sesiphuma he was holding my hand.ixesha lovakasha beliphelile bekufanele aphume so I walked him out
Anele: m so happy bbe and you are the reason yoba ndinje u have given me the gift that l've been loging for
He had tears in his eyes I was so shy bengazi noba ndimesule or ndimyeke coz people were looking at us
Me: bbe why u............
Wandikhatha sathetha
Anele: Ntando ilove you bbe both of you no Lelo kum nisisibusiso
I gave him ahug ndamosula inyembezi
Me: we love you too daddy
Anele: can't wait to tell my parents ,Buhle no bhuti
Me: bazovuya nabo
Safika egatini bekufanele ndinjike kemna but bengafuni befuna usoloko edinjongile but ekugqibeleni ude wahamba
Anele: zakufounela when I got home
Me: okay
Ndajika fike ndavula ezizinto bendiphathele zona coz bendilambile yhu ebekubaxile bekukho KFC, fish nokutya okuphekiweyo he is a good cooker ke shame ndatya ugqiba ndalala yhu islept peaceful ngobobusuku ndithuswe call yakhe qha ngo11
Me; tata
Anele: kudala ulele Mama
Me: ewe yho
Anele: okay utyile neh
Me: ewe
Anele: kufuneka ubenamandla kaloku for our baby
Me: suka
Anele: hayi ndiphuphe ngathi ulele nam oko ndimgadile uba angawi wena ulele xa ndethuka mxm ndididwa
Me: kuba umcinga
Anele: ndiyamkhumbula ngathi ngalala naye
Me: uzophuma then ulale naye vha
Anele: OK bbe ulale kakuhle
Me:did you tell your parents
Anele: yhu ewe bbe umama keyena uthi uzoza apha ufuna ubona umzukulu wakhe nawe
Me: hayi bbe uyaphi haike uzothatha umntana umse kuye
Anele,: no nguwe ozomsa kuwe bye futhi yaphela airtym
Me: bye
Yhu ndizothi kumama wakhe mna hayi ndiyamoyika.
Iphelile inyanga ndipha noko uboy ebeswabuluka naye kwaye bedikwazi nomtyisa
Nurse: kuthwa signer form uzogoduka
I thought kemna ndizohamba nomntana ndasigner
Me: umntana yena
Nurse: hayi uzimshiya yena uzomane uzombona Ade aberyt then uhambe naye. Hayi bendingafuni umshiya what if uyabiwa but khange benachoice ndamshiya ndafika ekhaya ndihamba ndodwa
Mbali: uphi umntana kanti sisi
Me: ndimshiyile
Mbali: uphise ngaye
Me: no Nana uyagula Kufuneka ahlale phaya Ade aberyt atsho abuye
Mbali: uzobaryt andithi
Me: ewe
Mbali:okay
Mama: awulambanga
Me: no funa ulala qha
Mama: okay sothetha gomso
Ndaya eroomin yam utata oko ethule ejamele TV but bendingena xesha lakhe. Ndafounela Anele
Anele: bbe
Me: ndikhona
Anele: phi
Me: apha ekhaya
Anele: nibuye nini uthe ngatshongo ndiyonilanda
Me: no buye ndodwa
Wakhwaza kucaca uneworry
Anele: uphi u Lelothando
Me: kuthwe mandimshiye ndimane ndiyombona Ade kufike ixesha lakhe lophuma
Anele: oh OK cimba something happened
Me: no bbe sothetha gomso ndiyozela
Anele: okay nyt bbe
Khange ukwazi nolala oko mane sethuka cinge noba akakhali nah naxa ilixesha loba ndiyombona bendisethuka noba uthi uphi Mama wakhe petuna....................
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !