INSERT 01 - Best Zulu Short Stories
INSERT 01:
Bendingumtana ebeziphethe kakuhle kuba bendina14 kodwa ndingekabelani nandonda ngocatsi but konke besekutshintsha kuba now bendisekapa and everywhr I go bendidibana nomntu othi yandithanda ndavuma uAnele owayena 17 but akhonto wayengayazi lonto yenza ukuba ndimtakele
Anele:ndizozokulanda late
Me:hayi andizukwaz ndizoth ndiyaph ekhaya
Anele:uzathi uyolala kulochomy
Abazali bam babengafun kwanto edibanisa nechomy so be bakholelwe
Me........
Anele.ndizozokulanda
Me:hayi andizukwaz
Anele: OK gomso ekuseni uzovuka usith uya eskolwen then uye kum sihlale soyi2
Ndaqwala intloko yam
Anele:ndiyakuthanda Ntando
Me:nam
Anele:nawe ntoni
Me:ndiyakuthanda
Kwavela ipintshi yakhe baze bahamba.nyani ndalala ndizixelele ukub gomso ekuseni ndiya ehokin kaAnele kodwa uvalo lalisitsho