Home INSERT INSERT 27 INSERT 27 1 Like = ❤️ December 21, 2022 0 I went to bed with tears in my eyes intliziyo ibuhlungu ndingazi noba yintoni endiyifunayo bedidikwe nayilento igqushalaza esiswini Sam.I got asms evela kuAnele"Bbe I know oko ndisona ndicele amaxolo but this time andizuxolisa m going to admitt my mistakes kuwe I know ukuba you won't believe into endizoyithetha kuwe but ndiyakuthanda kwaye ndiyonela nguwe. Ntando cela ukubona ndifuna uthetha nawe.Bendizixelele ukuba andizumphendula kuba bendingafuni umbona mna and bendingayzi into endizoyithetha naye.wafounaMe:eweAnele: dd u get my messageMe:eweAnele:andMe:and ntoniAnele:aren't you going to respondMe:no andiboni endizoyiphendula Anele:fine thetha noba yintoni keMe:I have nothing to say kuwe mnaAnele: mna I have a lot to say kuweMe: uryt kalokuAnele:cela undiphe ixeshaundithukileNdathula andamphendulaAnele:NtandoMe:aeAnele:ndiyathetha haiboMe:ndiyozela cela ulalaBedidikwe uthetha naye ngokuAnele:okay uzolala but cela uvume kuboneMe:OKAnele:niniMe:kusebusuku moss ngoku gomsoAnele: okay nyt ilv uMe:OKAnele:kanjali njeMe:cela ulalaNdadropha founi yam ndalala vuke ndacleaner zonke room sasekhaya since abantu bebezibuya gomso so brndisenzela bafike kuclean.gqiba ndahlamba yhu bendilambile but ndisoqena upheka and Mali bendinayo biyeyoya eclinic mxm ndabukela TV past 2 afouneMe:hiAnele:wenzani Me:ndizophekaAnele:supheka cela uze aphaMe:hay lambile mna Anele:kukhona ukutya apha cela uzeMe:OKNyani ndaya ndafika ehleli yedwa Me:hiUgqiba ndachopha esitulweniAnele: uqhele uhlala apho xa ulaphaNdaphakama ndahlala ebhediniAnele:enkosiWaphakama weza befish and chipsAnele:INA yityaBendingazuthi enkosi NTU ndilambile ndabetha kum sagcwala isisu Sam ndasela drink emvakoko.oko kuthulekileAnele: caba bulambile ndiyaqala ukubona utya kanjeAndamhoya kwaye na kemnaAnele:cela uthetha ke ngokuWatsho esondela kum.ndajonga phatsi kemnaAnele: khadijongeNdamjonga.Anele:usafuna ukwazi uba kwenzekeniMe:uba uyafuna undixeleleAnele: okay besisela epakini then ndahamba nobonga sisiya etavern gqi ngale ntombi nyani ndambiza asked her numbers wadinika ndamnika ezam later wafouna wathi cela ndimthengele utywala weza sasela sonke ndathatha isitsixo Ku Bonga sayolala xa ndibuya coz besiyobetha nje ama 5\2 ndithe sahamba kwathi gqi lomfo wabe endiphaxula ethi ndimtyela Chery yakhe haike yakhupha mesi yahlaba andiyazi uthe gqi nini uThulani wabe eqanda uye wayeka MNA wayakuthulani then wabaleka.Wandinjonga ixesha elinde ethule nam ngazi uba ndithiniAnele: say somethingMe:enje ngantoniAnele: anything noba undithukile.Bendingenayo into yothetha I just looked at him ngobuso obumathileyoAnele: plZ NtandoMe:bendikuthembile is this wht iget after yonke into endiyenzileyp kuwe............ Tags INSERT Facebook Twitter Whatsapp Newer Older