Me: u yazelaph lonto andith apha wathi awunamntu kanti unaye waphinde wathi uyafunda kanti uyaphangela hayi noba uxoka noba uyandithanda
Anele: bbe plz ndifuna ukucacisela yonke into
Me:no therz no need to explain urslf.ungaphinde undifounel Ndacima foun yam.bendimthanda kakhulu kodwa bebdizisola kakhulu bt into binditya kakhulu yintuba lomntu ulele nam akwaphel nehour kwavel ubuxoki ingaba ubuVirgin bam bumke kakubi kanje icried myself to sleep ndethuswe kuqoqoza kukaMbalie
Mbali:cc vuka uzoba late
Me:ndiyavuka Nana Iddnt have the guts to face my parents ingathi bazobona ukuba ndenzeni.ndavula umnyango wangena uMbali
Mbali:uzoba late wena cc
Me:uph umama
Mbali:umkil utata yena ulele Ndaphakam ndahlamba ndaya esikolweni yho umntu owayedijonga kwakubangath bayazi.zange phum ngendlel endiqhel uhamba ngayo uya erekin uyokhwela.it ws going to be along day apha kum Please do Like l Comment l Share
sad
ReplyDelete