Me:ok ma Ndanjonga lemali kukho yona ne2rnd kambali andiyishiyelwanga imali didn't mind kuba bendingayi vele esikolweni.bahamba bonke ndashiyeka ndibuyela ebhedini I got amsg from anele "bbe ilv u so much u mean a lot to me plz don't let uAphiwe do this to our relationship. Cela ukubona late plz iwnt to tell u evrythng.ndayifunda nje andaphendula.kwangen icall from chomy
Me:hi Ngevoice engulayo
Chomy:theni ungezanga esikolweni
Me:ndinesisu Chomy
Chomy:ndizozokubona late
Me:noba zobe ndiryt ngoko
Chomy:OK BT zoza
Me:OK Bendingarhalel nyan umbona shame bekungase ngaphila kwilizwe lam ndodwa.ndaye ndalala thuswa nock it ws mbali bethil half 1 ndayomvulela
Mbali :khange uye esikolweni
Me:bendiyil buye kwangoko qha
Mbali: cela ulala nawe namhlanje
Me:ngoba
Mbali: izolo silele late umama no tata bebexabana
Me: ngantoni
Mbali: ngawe uth utata funeka uhamb I knew utata zange wafuna ndize ekapa now unaso isizathu soyondihlalisa emakhaya
Mbali: awuzuhamb andith cc wena soze ubenomtan umncinci
Me:soze ndikushiye Ndamenzela ukuty watya kwangena uchomy She gave me ahug
Chomy: awubonakali ungula nje
Me:lol andamphendula Sayaroomin sancokol utold her uba kwenzekeni izolo
Chomy: ubhadlil lo Aphiwe ade aze kowenu
Me:utsibe elikaphungela sana sobe phinde balekan naye mna