Intsuku zihambile and nam bendizibona ukuba andikho ryt NTU kuba been vomiting blood and bendidumba nobuso obu.bendisoloko ndizivalela endlini or ndiphume ndiye kwaAnele kuba isitsixo ebesishiye kum so.umama ebendinjonga ngathi ufuna ukuthetha kodwa engathethi.namhlanje umama undibiza kuba efuna uthetha nam ibisithi soyi2 endlini
Mama:cc kwenzekani kuwe
Me:akwenzekinto ma
Mama:umithi Ntando? Ndanjonga phatsi ndingazi noba ndivume okanye ndiphike nah