Bekungalaleki ntu bendicinga ukuba zithini inurse abantu bona bendisoyika nyani.zanditya igcinga ndade ndalala.vuswa ngumama around to5 Mama: xa ungeka vuki ngok ucimba uzobuya nini,kuyagcwala eclinic unless ufuna uhlala imini yonke apha
Me:ndiyavuka Ndavuka nyani ndahlamba xa ndinxiba wa4na Anele
Me:hi Anele:sewuvukile
Me:ewe Anele:uvuswe ngubani wena ubuthanda kangaka bubuthongo
Me:fuze wena.vuswe ngumama. Anele: OK bbe benemini emandi Me:nawe
Anele: ndiyakuthanda Me:ndiyakuthanda nam Anele: zaku4wnela masendisendlini
Me: OK Ndanxiba ndagqiba now mandivuse uchomy Me:vuka
Chomy: kudala vukile linde wena qha Me:OK ndiyeza ngoku We took a tax to the clinic safika around past6 yho bekugcwele sana bendingunumber 70
Me:umntu uzohamba kudala apha sana Chomy: as long as sobe siyenzile lento besizoyenza Sancokola yahamba I line be nurse bezikhawulezisa shame yade yabizwa number yam Ndachama and bendi tester Nurse: uyazibona ukuba zithini iresults
Me:ewe Nurse:ziPositive meaning ukhulelwe ke nontombi ndizakunika idate obawubuye ngayo uzohlukuhla nyani wadinika idate yange27 January ne paper elinezinto mandiziphathe mandibuya nge27. Ndaphuma ndafika uchomy endilinde phandle
Me:OK ma Mama:ina andinamali nam noko leR400 izakuzama uyazi utata wakho soze akuphe imalu unje
Me:enkosi ma Bekugathi ndingakhala bendifuna nam uhamba kodwa Kwangena uMbali Mbali: cc ungakhali ndiyakuthanda mna Me:ndiyakuthanda nam.INA kuphe umphako ndamnika 20rnd
Mbali: enkosi cc zayigcina ndithenge nge Xmas Wabe utata semkhwaza ethi ubenza late
Me:uhamba uyabizwa Ebengafuni uhamba.ndampha hug and kiss Me:ndizoku4nela oko vha Mbali:OK cc Wahamba. Bahamba yabasisiyalu besasando hamba.ndavala umnyango ndalala.vuswa call ka Anele
Me:hi Bendisebuthongweni.
Anele: uzobalivila ulala emini Me:ndizifuza wena Anele: ndikhona apha endlini iza
Me:ndizoza Anele; ngoku ndiyanikhumbula Me:obani
Anele: wena no junior Me:uyavuya yena ukujulwa kodwa bengakukhumbuli
Anele:lol umona lastborn ngowani Sahleka
Me:ndiyeza Ndavuka ndanxiba kakuhle I wanted to impress him angadiboni as a pregnant girlfriend...... . . .