Bancokola bedwa yonke into le and uBonga ebelicoko.biwe bubuthongo besancokola.ndithe ndisalele ndava ngathi kukho umntu ome entla kwam ndizamila ukunyamezele but ibindithukuthezela so ndavula amehlo chin nguAnele lo akabobotheke ngathi umka namanzi
Me:haibo are you planning to kill me Anele: no bbe zama icebo loba ngakufihla phi apho uzobonwa ndim ndodwa
Me:noba bangandibona bbe sobe bandenzento kuba mna bone wena wedwa Wangena ebhedini wandibeka esifubeni sakhe yhu bebunuka kakubi utywala but ndanyamezela.
Me:sthandwa Khange aphendule ndive ngorhona mxm utiphile.ndaphakama ndamlalisa kakuhle shame ebevuma wonke mandimphakamisa.ndambuka he ws so cute ish bendimthanda ubbe wam ndimbuke until nam ndalala.vuke esalele ndaphakama ndahlamba izitya ndacleaner wavuka mandihlamba
Anele: morning
Me:hayi its afternoon Anele:tyhini wandibeka ndalala kwade kwabetha u12 Me:ddnt want to wake you up bendimandelwe ukubuka without you asking ukuba ndikujongeni
Anele:uyaphi wahlamba Me:ndizoya ekhaya then khaphe uchomy ayokwenza intloko
Anele:wena uzoyenza nini eyakho mtana weXmas since iyi25 gomso
Me:uqalile andingono Xmas mna Waphakama waya wodrophini wakhupha Mali
Anele:INA ubuya umhle we going somewhere gomso IbiyiR450 Me:soyi2 Anele: no mna namajita nawe plus nala Chomy yakho umcele vha
Me:haibo sundenza intombi Chomy;masambe kode kube late Me:worse wndazi noba ndizokwenza ntoni mna Sahamba saya eparide. Wenza side frenji uchomy.mna ndenza iboys cut damn besibahle
Me:you dnt have any plans for tomorrow ryt
Chomy:no uzadikhupha wandibuza kakuhle Me:maybe ndineR400 apha kum masiyothenga jean yam neyakho for gomso we going out no Anele
Chomy: aba banxiba kangaka yhu Me:dnt worry maan sokonwaba think Nyan sithenge ezijean kwaMr price saphuma sayotya kwa spur gqiba saya endlini
Me:solala soyi2 namhlanje neh Chomy:ewe bt uzakubiza ubb wakho Me:andifuni uhlala naye kakhulu ndizade ndimdike mandim4nele ndimxelele Anele:bbe mic u
Me:mic u 2 but awuzudibona namhlanje Anele:ngoba
Me:funa undibone gomso kaloku ndimhle
Anele: OK ke bbe awusemhle
Me:undibonaphi
Anele:usoloko umhle kaloku wena
Me:mxm bye
Ndenza umphokoqo satya amasi.sancokola bekumandi and we were wondering ukuba bazosisa phi oAnele .silele around 12 oko sincokola.yhu ndivuswe liphupha belilibi ibingathi I gave birth but umtana uzelwe sengekho.ndivuke went to the bathroom ndahlamba umbuso bendingafuni uphinde ndlale nda4nela uAnele