INSERT 16

1 Like = ❤️
0

 

Vuke ekuseni ndenzela uchomy ibreakfast mna ke bekungageni kum ukutya ekuseni.


Chomy:awuzutya wena
Me:hayi sana kosuke kuphinde bubuye

 konke
Chomy:usegxakini shame
Sancokola kwatsho knock ibingu mama ka Chomy


Me:ngena
Besimbiza mams kuba bengatshantanga and bengafuni sithi mama wonke kuye
Mams:seni vukile ekuseni apho okanye khanilale apha
Savela samhleka


Chomy: uzosinyonyobela kanti haike xola ufike siphelele


Me:ndikwenzele itea
Mams:hayi andihlelanga ndiyopheka isalads zam nizotya emini niyeva


Chomy:kukho apho sizoya khona sobuya late then sizekuwe


Mams:OK inani iXmas
Wasipha R50 siyi2.gqiba waphuma wahamba.ixesha ibingu10 ndifounelwa ngu Anele


Me:hi
Anele:niphi babe silinde nina apha


Me:khange uthi kwangoko kaloku


Anele:zininzi indawo amajita afuna uzihamba so ixesha alizusivumela
Me:OK siyeza in 30minutes


Anele:plz lv
Ndameka amanzi wahamba uchomy wanxiba black high weist jean,all star ered gqiba wanxiba vest ewhite bemhle uchomy.ndahlamba nam ndanxiba also black jean,adidas yam eblack and white haik oko khangela itop endinoyinxiba ezinye bezidibamba kuvele loqhutsu wesisu mxm but at last nxibe my white top bingandibambi yonke.sathath ipictures.gqi uAnele behamba ngemoto of his friend.binguye,Bonga,Thando, Thulani kunye be sister ka Anele uBuhle.
Bonga:nango ke amachery uyoze ubalindile ugxamile babe bona bethatha ipictures
Khange simhoye sisuke samhleka.wehla u Anele weza kwelicala besime kulo wadipha ihug and kiss


Anele: umhle mntu wam
Me:haibo abantu


Anele: suka angobantu aba
Me:enkosi

Thulani:hey akukho seLove room apha Nina ngenani sihambe


Anele:yho umona kwesisishumane
We all laughed sangena emotweni sabulisa sazazisa nabo bazazisa.bonke bebengamancoko shame.
Thando:soya indawo eziyi 3 majita ne
Bonga:ewe then sibuyeni sizo braya kude kuse


Buhle:as long as booze will be available
Anele:uyazi mtase bobe budlala abantwana.


Wanjonga kum wafike ndimjongile bendinga ncumanga ntu,waqoba ilihlo khadimhoye haike oko eyihleka uBonga


Chomy: usoloko enje lo
Ekhomba uBonga kanti umvile
Me:lingeza eli


Bonga:elifuna usiwa ebhofolo
Kwahlekwa watsho no chomy wafumana ichance yoncokola akhululeke.sihambile safuka capetwn our first stop bekuse ratanag junction oko ndarhalela uza apha.sakhwela spinning wheel, haike ubuhle no Chomy Bebekhwela yonke into le ugqiba sayotya kwa spur oko Anele endithe nca


Thulani:ngu4 ngoku soyaniphi


Bonga:siyobethwa ngumoya elwandle nje for 2hours
Wonke umntu wavuma so sahamba saya emonwabisi Beach


Anele:awuzingena emanzini moss wena
Me:ngoba


Anele:umithi wena awuziboni
Me:haibo baqhele ungena abantu

 bemithi
Anele:awungabongo wena
Bekumamelwe thina nakulemoto siphilisana kwaye ebe serious apha ebusweni


Me:okay ndizabayinja yomlungu ndinibukele xa nigqumba


Chomy: ndizohlala nawe


Me:no uhamba Chomy ndizobaryt
Baphuma mandishiya apho ndodwa but wajika uBuhle bendikhathazekile shame


Me:ujikelani wena


Buhle:ndiyoqena ayonto yam ulwandle and bengazukushiya wedwa.
Me:OK


Buhle;sukhathazeka ubhuti kudala wafuna eveni kokuba owokuqala wakhutshwa yintombi yakhw ngoku akafuni kwenzekento kuwe nimntana
Hee zange ayithethe kelena kum
Me:akhogxaki Wethu ndiryt
Saphuma sayothenga ice cream sancokola kumandi gqi ngoAnele ume no Aphiwe. Yhu ndavela ndashushu ndanesicaphu caphu
Buhle:yintoni Nana
Zange ndumphendule ndabaleka ndayacaleni kwrmoto and ivomited weza ebaleka uAnele


Anele:uryt lv
Me:khandiyeke ubungaqumbi kanti ndiyabona kumandi
Anele:its not what you think bbe
Nako uBuhle ethuka uAphiwe ufuna uzalisa umtana wabantu baphimbi kwexesha khohamba uhlukane nobhuti wam or else uxohlinza impuku gomlomo wabuya wajika ngoAnele.awukakwazi ukuthi hayi kulajakazi after ekwenze izinto ezingaka
Anele: lamntu ngoku nivelayo bedidibana naye wena ebulisa wadlula qha
Buhle:ucengeni umolo wakhe wena
Ndabashiya bemile ndangena emitweni ndazixelela ukuba m not going to cry nabo babuya bangena kwathuleka babuya nabanye ekuqumbeni
Bonga:kubhubhe bani kwathuleka


Buhle:sitya amathambo egqondo


Bonga:Ace ndiyibonile laWay apha
Anele: yiyo ebangele kubenje
Oh bebethetha NGO Aphiwe


Bonga:Ntando ungavumelu lanongatweni akukhathaze


Me:OK
Wadipha hug.yahamba imoto haike wahlinza uThulani ndancama ndahleka nam.sayothenga nyama for ibraai notywala nedrinks
Sahamba


Bonga:soyenzela kwakho leBraai
Anele:akho gxaki mfethu


Please do Like l Comment l Share 🙏




Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !