INSERT 17

1 Like = ❤️
0

 



Safika kwaAnele babasa,babeka umculo phandle haike yaqala into bonke bebesele except me bebendinxixha nge drink nenyama.kwagcwala kwafika no not invited mna bendihlelu kwi camping chair ndibukele hayi sana bebejika the only thing bendiyonyanya is that every one bebendisizela didn't want that.
It ws around 9kuqala ubanda Anele fike wahlala next to be wandinxibisa ijersy yakhe


Anele:you getting cold ryt
Me;how did you know
Anele;you are the puzzle of my Hart so ndiyazi
Sancokola kumandi


Anele: ndiyebuya
Ebesehamba egxadazela he was so drunk
Me:ungasuke ulale nje
Anele:the nyt is still young
Yho kusezoselwa apha.ebesele elahlihle owam uchomy so bekufanele ndiyomlalisa


Anele: mbeke eroomini then umvalele
Idid just that ndamshiya elele ndagcina isitsixo kum.bendisozela mna worse andiselanga oko hleli esitulweni
Buhle:theni ungayolala its almost 12 now
Me:ndiyolala ngoku
Ndukhangele u Anele funa umxelela uba ndilele mna but he ws no where to be found.


Me:khange umbone uAce
Wathetha into engavakaliyo uThulani sana uthetha eziphendula
Thulani:hambo lala ndizamxelela uba ubumfuna


Me:noba awimxelelanga umandelwe apho akhoyo


Buhle:uhamba no Bonga m sure bazobuya ngoku
Ndabashiya apho besathetha ndayolala.I locked the door so that kungaveli sekungena nabani.khange kwehle kwa obobuthongo suke ndagodola igqondo bithatha ibeka uba noba uph uAnele.
Noba past two ndive ekhwazwa phandle wasabela after that kwatsho intsini yamantombi.I tried calling him suke yaringa apha endlini.ndalala ndivuke around 6 ndavusa uchomy


Chomy:yintoni ekuseni


Me:masambe
Chomy: siyaphi
Me:ekhaya andinakhaya nah okanye shiyeka ke wena


Chomy:yintoni igxaki
Zange ndimphendule wabona ukuba andidlali waphakama idlala ngaye ibhabhalaza wanxiba sithe xa saphuma gqi ngoAnele no Bonga emnyango zange ndibabulise ndabadlula wajika wandibamba uAnele


Me:khandiyeke
Wanditsala wandingenisa endlini wandibeka ebhedini
Anele:awuyindawo uyeva
Yhu wayebovu umntu sana bendiqala umbona enje.didn't say anything savela zazihlela inyembezi.Bonga wazohlala next to me


Bonga:don't do this to urslf Nana
I just looked at him
Anele wayezula indlu yonke ethule ephatha kucofa i4wn abuye asele amanzi.uchomy beme emnyango engazi noba kwenzekani


Chomy: ndizikubona emini vha
Me:ndihamba nawe


Anele:ndithe awuyi ndawo
Waphuma uchomy.
Anele:uzohamba xa sithethile


Me:there's nothing to talk about
Anele:bbe iknw you angry ndiyaxolisa ndiye ndayolala kwaBonga
Me:kuye kwanzima no4wna utsho worse ugxola apha caleni kwendlu awungeni
Anele:ndoqene ukuvusa


Bendingakwazi uphikisana naye ebethetha ndivume.
Bonga:unyanisile sucingela into engekhoyo


Me:oryt
Bancokola behleka caba bekumandi eluhambeni lwayizolo.ndaphuma ndaya ekhaya coz iws no in the mood yobe nduhleka hleka nabo......khange babone naxa ndiphuma.........


Please do Like l Comment l Share 🙏


Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !