INSERT 30

Down
0

 


Safika ke endlini otatomncinci baxelela utata uba sihambe njani
Tata:akwaba uzoza nyani
Zolani:noko ndiyithembile lantwana masiyilinde izoza
Ndaphakama ndabashiya ndayobenzela into yotya batya ugqiba ndacleaner.wavuka umama
Mama:uphi tatakho
Me:uhambe notatomncici
Ibingumntu lo ubonakalayo ukuba kukho into afuna uyithetha
Mama: uMbali yena
Me:naku endlala apha phandle
Mama; khozohlala phantsi sithethe sisi
I wonder yintoni ngoku ndayohlala phantsi
Mama: umitha kwakho ayonto eryt NTU usemcici kodwa akhonto inobasatshintswa ngoku.so isikolo uthini ngaso kuba ziyavulwa next week
Me:ndizobuyela esikolweni ngoku ndinje
Mama:umntana umzothini kuba nam andizihlala nduzobeleka nje next week buyele emsebenzini uyamazi utata wakho unjani kungalajwa apha
Me:uzoya ecrech
Mama:masithembe uba lekwekwe yakho ayizubaleka
Yhu hayi sana isikolo bendifuna uphindela noba ndiye ndana 15 kwa6 kwaye andingowokuqal uya esikolweni ndimithi.ndaphakama ndayo hlamba kwabe sekufika uSive sayohlala emva kwendlu sancokola
Chomy:ndikunonile ngoku usiwayo ubungoyiki
Me:bendisoyika yhu uba uzondiphika
Chomy: sobe akuphike uyamthanda umntana wakhe
Me:mna
Chomy: lol uyakuthanda nawe
We were disturbed kuringa kwefouni yam ibingu Thulani
Me:hi
Thulani: unjani
Me:pila wena
Thulani: ndiryt unqabile qha
Me:ndikhona ketana qha bendigqibele usesibhedlele
Thulani: ndiphumile izolo ndikhona apha endlini ngoku
Me: okay zokhe ndizokubona ngenye mini
Thulani: ndiniwe kulala bendirhalela ucothoza ndize ngapho
Me: no you can't bakhona abantu abadala ndizoza ngapho mna siyeni e7/11 ke
Thulani: OK
Chomy: kuAce lo
Me:no ngu Thulani
Chomy: nise nithethe ngathi niyajola
Me: mxm uyaphambana ke wena
Chomy: nyani indlela akujonga ngayo kwaye ukuhoyile
Me: unobuntu haibo
Sahleka nyani ke uThulani bendingamcingeli olohlobo.sisahlela njalo gqi tata
Tata:Ntando
Me: ta
Tata: upheka nini Ku late nje
Ndaphakama mxm bebona ndihleka befuna qumbe oko
Chomy: gomso vha Chomy
Me: okay bye Chomy
Bemazi naye uba ungumntu onjani utata.ndangena endlini
Mama: uzokwenzani
Me: pheka
Mama: kuse early nje ngo2 bekugqityotyiwa isoka ngoku ngo12
Tata: hayi lambile mna
Wandinjonga umama ndabe gqubeleka pheka ndagqiba ndabanika ukutya batya ngalo4 uba uphinde wahamba ayogxaki yam gqiba ndayolala.foune Anele
Me: hi
Anele: yenzani lastborn yam
Me:lele
Anele: utheni ngathi ukhathazekile nje
Me: ngutata lo
Anele: uxolo bbe kolunga vha
Andiyazi kele athi izolunga
Me: OK funa ubuyela esikolweni
Anele: phindela yinto eryt leyo I will give you my support lonke ixesha
Me: okay
Anele: ndizamhoya umntana
Me: OK
Sancokola kwamandi ndalibala kwalento ka tata ....

Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !