INSERT 31

Down
0


 Bekungomgqibelo ndavuka ndivuke umama sele evukile ebegqunga bendixakiwe kwenzekani kuba ebethi ehlamba izitya aphinde ahlale phantsi

Me:utheni ma
Mama:ndiyalunywa Nana
Yhu lomntu ulunywa umntana wesine kodwa usagqunga kanje.haike ndoyika nam
Mama: biza uMbali ayondithengela idrink
Tata:usezosela idrink hayi iza kuse esibhedlele
Mama: ndizakuxelela xa ndifuna uya esibhedlele
Etsho egxola kubobakala ukuba usezitlungwini
Yathengwa le drink wasela yahamba imini.bendisoyika kungath kanti uzobelekela apha endlin.ngo1 wathi makasiwe esibhedlele nyani wasiwa ngutata wabuya andiyazi noba ubuye enomsindo wantoni kuba ubuye ndilele ndive ngokhwaza
Tata;Ntando

Andasabela bendifuna aphinde watshova cango leroom yam wafika litsixiwe
Tata: khovule lomnyango wena awuva ndiyathetha
Ndaphakama ndawuvula
Tata: sapha esisitsixo saleroom siyakungezisa
Ndamnika ndingakhange ndavula umlomo
Tata: yintoni ekulalisa emini khona
Me:diniwe

Tata; udinwe yintoni ucimba okumitha ukwenzileyo kubhadlini
Ndamshiya apho ethetha bendikhathazekila shame ndangena ebath room ndakhe ndalila thuswe Ku ngena kukambali ndakhawulezisa ndavula inyembezi
Mbali: utheni
Me:ngantoni
Mbali: uyalila

Me:no bendixholwe litswele.ufunani apha wena
Mbali; cela undihlambe
Me: okay
Ndahlamba sahamba soyi2 ugqiba ndamenzela into yotya wafouna Anele xa sisitya
Me:hi
Anele: imic you
Me:nam
Anele: nawe ntoni
Me: haike
Bendijamele utata
Anele: kubovu
Me: ewe

Anele: cela zuze apha
Me: if zokwazi
Anele: njonga zuze nalamntana wakowenu enzele bengazube bekubuza uba uyaphi
Me: okay
Nyani sahamba nombali safika ehleli no Thulani caba basuka emall bekukho into ezimnandi.ndabulisa sahlala phatsi edwebile nje owasekhaya umntana uye wacela into ezizimandi
Mbali: bhuti cela undiphe le chocolate
Thulani: itya yonke oyifunayo
Haike wazenzela
Thulani:yintoni wathula kangaka tee
Bendimjonge amanxeba Lana and bengakwazi uhlala kakuhle
Me: azibuhlungwanga ezizilonda zakho
Wajonga uAnele

Thulani: ndiyindoda ndiyanyamezela
Me: okay
Wasondela wahlala caleni kwam uAnele
Anele; undixolele
Me: ewe
Anele; enkosi Nana
Sancokola kwamandi Sade sahamba nombali safika utata ephangele
Mbali: sincende safika utata engekho bezosigxolisa
Sahleka naye bemazi utata unochuku.................

Like
Comment
Share
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !