INSERT 33

Down
0

 


Ngene endlini Besancokola bekumandi Ku tata ndaya kumama ekamereni

Mama: ubhadlile lomntu wakho noba notata wakho uzokhe ame ngothetha

Me: themba njalo nam

Sancokola Wethu siteketisa umntana

Mama: ziyavulwa izikolo gomso ithini into yakho

Me: andizukwazi uya esikolweni gomso. Kuba date yam yoya eclinic kodwa ndizobuyela

Kwangena utata

Tata: isebenzile lekwekwe yakho yenze ngaphezu koba bendicinga noko ibhadlile 

Khange thethe or ncume naye mna phakeme ndabashiya apho ndayopheka ugqiba ndabanika ukutya batya bendingalambanga kemna bedizityhafele qha so ndiye ndayolala early bendizovuka no vuka .

Ekuseni vuswa call khange jonge noba ngubani

Me: ea

Voice: usakelele clinic inabani

Me: haibo ungubani.

Thulani: ndim uthulZ

Me: oh ndiyavuka ngoku

Thulani: khawulezisa sose ndihambe nawe ndizongena hlf6 espan

Me: okay

Ndakhawulezisa ndalungisa ndaya kuye apho bendilinde khona ndafika ndambulisa sahamba.

Me: how did you ukuba date yam namhlanje. 

Waqala wahleka

Thulani: wawusixelele kaloku last time uye eclinic buhamba ngathi

Me: uyagcina yhu

Thulani: I care igxaki

Me: oh

Emveni koko kuvele akwabakho othethayo Sade safika waphaka moto saphuma

Me: enkosi

Thulani: akhogxaki maybe zakubona inside

Me: okay

Ndamshiya esatsixa imoto ndangena ndahlala yade yabizwa number yam xa ndafika haibo ndizohoywa Thulani khange feeler comfortable kuba bezobe ecofana nesisu Sam but wenza emsebenzini wakhe.

Wadinika gaweni ndanxiba wathi madikwele ebhedini IDD just that.wenyusa iskipha wathambisa LA oil yapha ke befuna uva tliziyo betha njani

Nurse-thulz: uyayibona ibetha njani 

Watsho endibonisa ebencume hey kwangena enye sister nurse wajonga Thulani yancuma

Nurse: haibo awuncume .

Nurse-thulz: unjonge nam wen khozo gqibezela apha.

Watsho ephuma the nurse had no choice uba igqibezele uba kutheni andaz nam

Nurse: uyamazi lobhuti

Me:no

Nurse: andimazi utheni haibo his so emotional ngathi ngu mntu lo ogqibo bona usana lwakhe 

Khange ndimphendule wenze lento ayenzayo wagqiba wadinika idate ye 22 March ndaphakama xa ndaphuma ndadibana no Thulani emnyango

Thulani: sewuhamba.

Me:ewe

Thulani: IMA zakuhambisa.

Me: no zoyokhela tax usespan wena

Thulani: no yi lunch yam IMA thathe isitsixo sihambe

Bendingazube phikisana naye ke nyani sangena motweni sahamba oko sithule akekho othethayo Sade safika ndehla

Me: enkosi bye

Thulani: okay bye

Wajika moto waphindela Emsebenzini.ndafika endlini ndakhe ndalala kancinci thuswe tata.

Tata: Ntando

Yhu udivuselani lomntu

Me: ta

Tata: yizapha

Ndaya ndafika ndema caleni kwakhe .

Tata: uthi mama wakho ubuyela esikolweni

Me: ewe

Tata: andinamawele ke mna uyazi lonto.

Noba uthini ke ngoku khange ndimbuze noba uthini

Me: okay

Ugqiba ndaphethuka ndaya kamereni yam ndakhupha izihlangu zam zesikolo ndaziporisha apha phambi kwake bendimbonisa uba esikolweni kulapho ndiyakhona gomso 

Mbali: uzoya esikolweni cc 

Me: ewe mntase

Mbali: uzohamba ngenyawo

Me: hayi

Mbali: utata uthi kazukubhatalela transport

Me: uryt cc 

Tata: noba ulwa lemali yetlawulo ngoku

Me: andifuni necent uya kona esikolweni ndiyaya noba ndiye kanjani

Bendinomsindo inyembezi bezisehla ndaphakama ndaya kamereni ndavala umnyango hay bendingayazi eyonanto ayifunayo kum ngoku uyoze axole nini phofu uyoze axole khona.........

Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !