INSERT 34

Down
0

Vuke ekuseni ndalungisa sana bendizixelele ukuba ndiya esikolweni noba eyohamba yona into zoyibona ukuba ndizoya ngantoni.wavuka utata wandibukela nje ndinxiba unform yam kunani ukuba athethe nam ke bendingena ixesha lakhe.ugqiba kwam unxiba ndiye ndahamba ndive uMbali endikhwaza ndasabela
Mbali: uthi umama mandikunike apha
IbiyiR50 bekungafani bizodonela for iveki enye
Me;enkosi
Bendingafuni andibone ukuba andikho ryt uMbali bezobe endibuza imibuzo emininzi so khange thethe naye kakhulu
Me: hamba uzoba late
Yabe netransport yakhe se imlindile wayokhwela nam ndagqubeleka ndahamba gqi uSive
Chomy: kutheni wena wonke wa early
Me: oko ndaba early MNA
Chomy: yhu ngoku Anele ukulinda everyday hay sana uncede umithe utsho walibamba ixesha
Sahamba sincokola sifike xa kugqibo khala intsimbi kungena isikolo
Me: yhu andoqen uya kula class
Chomy: ngoba
Me: same class just with different learners
Chomy: suwara uzabaryt yiba strongo
Me: okay
Sayongena kwi class zethu yhu sana wonke umntu ebenjonge kum but bendingabahoyanga fike ndahlala phatsi u miss wandibiza
Miss: I'm glad u diceded to come back kaloku you were one of my top students but funeka usebenze this tym
Me: ea miss
Lahamba ixesha satshintsha periods kwade kwayi break ndiphume uchomy sendilinde emnyango
Me: kudala ulapha
Chomy: no
Me: oh
Chomy: masiye ekiosk siyothenga
Me: andinamali
Chomy: ndizokuthengela
Sahamba nyani sathenga pie pie ne drink sayohlala phatsi satya
Chomy: uryt utata wakho ngoku
Me; sobe aberyt NTU sana and andisenalo ixesha lakhe ngoku
Chomy: wenzeni ngoku
Me: use wa worse sana
Sancokola kwangena I break sayongena kwi class zethu lahamba ixesha changing periods kwade kwaphuma isikolo sagoduka fike ekhaya ndatya xa ndijonga founi yam ine4 missed calls zika Anele bendingenayo airtym yomfounel so ndiye ndaya kuye fike xa efika naye ubuya espan coz uphuma u3
Anele; undikhumbulile nah
Me: ewe
Anele: ndiyavuka xa kanti nawe ukhe undicinge
Me: bone missed calls zakho buzothini
Anele: bendifuna uva voice yakho
Me: oh
Anele: buyile esgela
Me: ewe
Anele: theni ngathi awukho ryMe: Ndamxelela ngalento katata bendingafuni umfihlela coz at the end bendifuna andincede
Anele: yho unjani utata wakho kanti uxolo bbe
Me: its fine love
Anele: ndizakunika Friday imali ye transport yibe uthatha le for I lunch
IbiyiR100
Me: enkosi
Sahlala sancokola kwade kwalate wadikhapha ndangoduka fike umama egqibezela upheka
Mama: Ntando cela usose uphake uyatefa u Alwaba
Me: OK
Ndaphakama ndabanika ukutya gqiba ndabukela kwatyiwa ndahlamba izitya ndayolala.around past 10 kufoune Thulani

Me: hi
Thulani: uryt
Me: pila wena
Thulani: ndiyaphilndiyaphila unqabile qha
Me: nawe nje
Thulani: mhlambi zakubona before ndihambe
Me: uyaphi
Thulani: will tell you later
Me: oh.
Thulani: nyt
Me: nyt
Ndashiyeka ndizibuza ukuba noba uyaphi uThulani maybe kukho into emfunisa ukuba agoduke mxm ndide ndalala..............
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !