INSERT 55

Down
0

Ndafika endlini ndapheka ndatya ndatyisa no sana lwam sahlamba since nam bendinesanti bendizixelele ukuba andizuyolala kwa Anele namhlanje zazilalela ekhaya nyani past 9 ndangena ezingubeni ndacima ilight noba after 30 minutes kutsho wutari phandle I knew ukuba nguye ndathula caba wehlile wazoqoqoza still ndazenza oleleyo wafouna andayibamba weza efestileni yekamere yam waqoqoza izothe lento ndancame ndamhoya
Me: ungubani
Ngelizwi lobuthongo
Anele: ndim
Me: ungubani
Anele: ndim maan ntando
Ndaphakama ndayovula emnyango
Anele: lighter kunini qoqoza
Me: ndilele kaloku
Anele: ntoni ebangele ungehli kunini ndinilindile
Me: ndiqhele uya early kuwe xa ndisiza ngoye walala xa ubona ukuba kulate
Anele: masambe
Me: hayi zolala apha zoya gomso kuwe
Anele: uyazibona ntando uzaphinde ube undixelela uba andikuhoyanga
Me: yintoni le uzoyenza ezokwenza nditsho
Anele: uyadidelela futhi ngoku
Hey hayi ndavela ndayihlela Hleli ndingakwazi nothetha kemna.
Wangena ekamereni wathatha uboy
Me: awuva uba asiyindawo
Akandiphendula waphuma wabeka uboy emotweni wabuyela endlini
Anele: khothathe into zomtana sihambe
Kuba ndoqena uthetha ndenza lento ayifunayo ndatsixa emnyango sahamba safika endlini ndangena ezingubeni ndagqumathela
Anele: le into uyiqalileyo izakukhabisa ngam ngoba uqumbela into engekhoy ndithi kuwe ndiyakuthanda but still awukholwa
Me: uba unawo amandla wondikhaba you can go a head undikhabe
Akaphendula watya ecofana nefouni yakhe ugqiba wangena ezingubeni wancamathela kum maybe becimba ndizothetha but ndazithenga ndamyeka salala.vuke xa ezophuma esiyolanda istaff
Anele: yizotsixa
Ndaphakama nam wabe eme emnyango
Me: phuma ndivale kuyabanda
Wandinjonga he kissed me on my fore head
Anele: ndiyakuthanda vha lastborn
Me; I love you2
Waphuma ndavala ndabuyela ezingubeni oko ke emane endifounela oko.
Ndavuka I took his clothes since bezimdaka ndathatha Mali ndayothenga isephu ndayozihlamba ekhaya afoune sebusy njalo
Me: hi
Anele: senzani isithandwa Sam
Me: hlamba impahla bbe
Anele: ndizothumela bonga azothatha uboy noko andikho busy namhlanje
Me: okay
Wadropha ifoun nnatsi.after 10minutes kwangena ubonga
Bonga: bbe gal
Me: hey bongz
Bonga: iyavuya lendoda yona ihlanjelwayo
Me: iyathandwa igxaki
Bonga: niyathandana INA kuthwa kunike apha sose hambe nalentwana
Ibiyi pizza
Me: enkosi
Ndatsho ndimnika uboy
Me: nimphathe kakuhle
Anele: okweqanda
Bahamba ndatya pizza to be honest it was my first time ukutya I pizza shame hey ibimandi into natsi.ndagqibezela mpahla ndahlamba nam ndayobuthela uchomy
Chomy: wasisipring chicken
Me: lol ndiyeke ndiphumle
Chomy: ukutata wakhe
Me: ewe
Chomy: kakade wambuza ngalantombi yenumber
Me: wathi ebesebenza nayo
Chomy: kuthwa ke sana LA sisi uyayitya indoda yomnty hayi londlalo
Me: noba uhambele kule yam ngoku hey ibe sobe athi hayi u Anele mxm
Chomy: sutsho njali uta ace utshintshile
Me: I wish ngayi believer lonto
Chomy: ababantu sibathandayo ba too blind to see that
Me: eish friend hope ukuvuma kwam Le ring andizifakanga kwekulu igxaki
Chomy: uyakuthanda ace qha yena uvumela pressure im controle
Me: I wish bendingenamntana
Chomy: kwenzekile ga atlist umhoyile umntana wakhe
Me: jah
Sancokola kwade kwalate wandikhapha ndaya endlini eosh charting with her indenze ndafree kuba yonke into bendiyithetha naye... ...
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !