INSERT 54

Down
0


Yaphela iveki singathethisani no Anele oko bendigqibele uthetha naye ngoku becela uxolo nyani ke ndihleli ndodwa apha endlini kusayiwe etown ngabantu balapha bakhuphene kungene uchomy

Chomy: kunini ndikufounela
Me: ewe nawe
Chomy: nyani ketana uta ace uthi vela
Me: yithi andikho
Chomy: kunini edicenga uba mandize kuwe wena ifoun awuyibambi
Me: hayi Wethu yithi andikho
Chomy: ndizathi uthi mandithi awukho
Me: haike wena
Ibe owam uchomy ebezotsho nyani so kwqnyanzeleka ndivele ndiyomamela Anele phofu nam bendimkhumbula shame.ndafaka ring endaweni yayo
Chomy: wow chomy are you
Ndamqamla esathetha
Me: ewe chomy
Chomy: ntonayo kutheni uyikhupha
Me: bendihlamba izitya
Chomy: kodwa fike uhleli
Me: hayi Wethu khondiyeke MNA
Ndaphuma ndaya Ku bbe wam
Anele: yhu uyakwazi uziba umntu kunini ndikukhumbula
Me: kanti ukhe undikhumbule wow kuhle uyazi lonto
Anele: uyazi nje ndikukhumbula oko
Me: oh
Anele: kanti bungadikhumbuli wena
Me: hayi Wethu nje
Anele: yazi andikwazi unjani wena ntando u pushing me away
Me: m not
Anele: you are ntando ucimba xa ungadihoyi iveki yonke wenzani
Me: andenzinto
Anele: what if bendifumane umntu wokhupha istress
Me: ubuzobe umthole kaloku kwaye leyo into uyayazi ubuyenza ngoku ndikuhoyile
Anele: ilove you
Me: love is not enough ungadithanda kodwa if u don't respect,care,or even show me uba uyandithanda sobe ndiyibobe lonto
Anele: natsi ring kuwe bbe lonto atikubonisi ukuba ndiyakuthanda or tell me ndenzeni
Me: andithi xa uthe into mandigayenzi andiyenzi kuba ndiyazi ukuba awuyithandi then wena why wena into oyaziyo ukuba andiyithandi
Anele: kuku hedeka bbe uxolo uyaz nawe amandoda anjani
Me: then don't promise into oyaziyo ukuba uhleli uzophula lo promise
Anele: I have learn my mistakes bbe
Me: okay
Anele: khondiboleke uboy zamzisa late
Me: okay
Ndamnika nento zakhe mahamba wahlala naye mini yonke.
Anele bemthanda umntana wakhe yonke into beyenza besazi ukuba unomntana kwaye uyanxiba aphinde atye.
Iphelile inyanga sivana kakuhle singakhange sixabane.kungomgqibeli sihleku soyi3 ibingu November inyanga uboy una6 months
Anele: bbe ubhuti uthenge iquantum ngoku ufuna rekishe ngayo ngoku ndise kwi leave
Me: ngoku uthini wena
Anele: ndivumile bbe
Me: akhogxaki moss bbe
Nyani ke bendungaboni into ewrongo apho kuba bezobanento ezomenza busy kwaye uzobanazo nesentana kanti kukuqala okanye kukuvuka kwempene kweyam fiance.kubengu December akhonto ayenzayo worse parents zam bezigodukile bendilala pha kwakhe oko.
16 December ekuseni
Anele: bbe vukani nilungise soyani elwandle ndizosa abantu nawe zakulaysha
Me: okay
Nyani vuke lungise MNA no boy
Ayosilanda ekhaya asinike imali yotya.kebe mandi elwandle naye umane efouna late azisilanda hlahle eback sit no chomy nyani kkugcwale ngabantu sahamba xa sifika lokishini amiswe yenye entombi caba ufuna inumber yakhe anjonge MNA esipilini afike ndinjonge phantsi amnike.sihambe uchomy akahleki apha ecaleni kwam a deliver abantu agqibele ngathi
Anele: awuthule
Me: kaloku unikisa nge number phambi kw
Anele: no ndadiphangela naye
Me: okay
Andabe ndimbuza into ezininzi ndiyazi konke kuzovela ngexesha layo..... . nnnnnnnnn





Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !