INSERT 57

Down
0

Ndivuke ekuseni abe naye evuka mxm ndivale umlomo wam beke amanzi ndihlambe ubuso namazinyo
Anele; wenzele nomyeni kaloku
Ndingamphenduli ndimenzele naye ndiwabeke phambi kwakhe
Anele: wagqumba ekuseni yintoni
Me: m not a morning person
Anele; since when
Me: today khosuke funa kwendlula ibhedi
Ndatsho ndimphakamisa chin wanditsala ndayowa phezu kwakhe wandincamisa
Me: khadiyeke funa kwendlula
Ndatsho ndizidluthuza wandiyeka
Anele: ntoni nah ngawe
Me: m not in the mood yobe ndidlala
Wandijamela wathatha ulelo nesitsixo semoto
Me: suhamba nomntana
Anele: ngoba
Me:mdaka and akakatyi
Anele: zamtyisa ndimbuyise emini umhlambe
Me: hayi
Ndatsho thatha usana lwam ndalubeka emqolo
Anele: yintoni ngochuku ekuseni
Yhu uthe nethi atsho ndanomsindo yhu yandiqhela ndinochuku mna ngoku
Me: if ubukwazi uzibamba ebuhuleni noba ngendingena chuku kwaye ngedivuka ndonwabile
Anele: bubuhule obutheni obu undifundekela ngabo
Me: ngubani lo bekufounela ebusuku
Anele: bekutheni ungadibuzi ngokuya
Me: uzimisele undikhathaza ubomi bam bonke kanti mna ndakhe ndakwenzani
Anele: please bbe suthetha kanje uyazi I love u
Me: undithanda njani kodwa umisa yonke intombi uthi uyayithanda
Anele; andiyenzi lonto
Me: ntonayo wenzani
Anele: haymaan nguZenande lo befouna izolo ngulowa wayethathe number yam besithi ufuna uza apha endlini
Me: kwasoloko bezizela zange wawabiza wena kumandi uba nguwe
Anele; ayikho le uyithethayo plz ntando sothetha emini now ndilate
Me: ndigqibile mna uthetha sobe uphinde undive noba wenzani uyenzela wena MNA diniwe uthetha nawe into enye awulogeza qhubeleka nam zodinwa kofika ixesha lonyamezela kum liphele
Anele; ayikho kele uyithethayo
Me: khohambe
He kissed me I just close my eyes
Anele; lv u my lastborn
I just stared at him wade waphuma eish zazehlela inyembezi ndaphakama ndavala umnyango ndaziyeka zazehlela uboy ehleli phatsi ndimbone sephakama esiza kum ebaleka haibo uyahamba wave naye ethukile wahlala phatsi walila ndamhleka andamthatha waphinde waphakama wagcambaza chin my boy is walking so soon I quickly called my mother
Mama: ntombi
Me: uyahamba mama
Mama: ubani
Me: ulelo
Mama: sisidalwa lomntana ngoku alwaba ingona egcambaza
Kwaphela airtym esathetha kufoune Anele
Me: ea
Anele: libele uthi ndishiye Mali yothenga mphla zika boy for iXmas since iyi23 namhlanje
Me: okay
Anele: nawe bbe uzithengrle I enough lomali
Me: enkosi
Anele; haibo bbe ntoni unje I miss my last born
Me: ulelo uyahamba
Anele: uyaxoka
Me: m serious naku ezula ngoku apha endlini naye akakholwa uba uyahamba
Anele; wow bbe
He was so excited bethuna ndadropha lofouni esagxola caba uxelela ababantu ahleli nabo.
Sicleaner ugqiba site ekhaya sahamba sabahle no Lelo bbe we went shopping ey sibuye sixhakazela ..............................
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !