INSERT 58

Down
0

Sithe xa siyokhwela erekini kwabe kulayisha leyakhe itax kwabe kutshota abantu ababini ndakhwela nyani kufike nomnye usisi igcwale afike avale icango aqhube


Anele: makubhatalwe
Nyani kutshwe imali sibhatale akhale uboy caba ubone tatakhe ufuna uya kuye athi lomama ndihleli ecaleni kwam " utheni wafana no driver kangaka boy " wonke umntu wajika wajonga kuthi caba anele uvile naye wajonga espilini


Anele: chin ngu boy lo ulilayo
LoMama; yhu uyafana no tatakhe ingathi wawuzophikwa
Ndincume nje ndingaphenduli kufike ixesha loba ndehle
Anele: mshiye uboy bbe plz uyambona uyadikhumbula


Me: okay

Ndamnika Wethu qena nje abantu


Anele: see u later
Ndancuma nje ndehla etaxin ndaya endlini since biyi24 kwaye siqhele ukwenza isalads so nam ndenza ijerly ne custud ne salads ndakupha nyama efridgen for uphuma umkhence ndahlala ndabukea TV kwalate noba past 9 xa ndinxiba I jersey ndizoya kuAnele kutsho iknock xa ndivula gqi ngomntu engasancume ndavela ndagexa amadolo yangathi ndibona umntu ovuka ekufeni andiyazi indlela endadizifila ngayo I was shocked ,nervous, excited and happy at the same time kumbona wandinjonga ixesha elide engathethi
Me; ngena
Wangena
Thulani; andizufumana hug
Ndasondela I gave him ahug he kissed my left hand
Thulani: iyakufanela ingathi it was designed for u


Me: intoni


Thulani: the ring


Me: oh thanks
Ndatsho tsala isandla sam ndabhekela


Thulani: u never change usemhle njengakuqala
Ndancuma


Me: thanks thulz


Thulani: ingathi ubuhamba nje
Me: jah ndiya kuAnele
Thulani; okay masambe nam bendizoya pha kuye
Nyani satsixa sangena motweni yakhe sahamba
Me: ufike nini
Thulani; ndine hour ndifikile
Me: caba awudinwanga lento ungalaliyo


Thulani: bekungekhe behle ubuthongo ndingakubonanga kodwa ndikhona
We both laughed besele sifikile kwa anele sehla sangena safika egqegqe no boy


Anele: what a surprise ntwana ufike nini


Thulani: ndiyafika ngoku mjita
Babe bebulisana ke


Anele: udibene naye phi uNtando


Thulani: apha emnyango ndiyabona sifikisene
Hayi ke bancokola shame kumandi kwafika no bonga ndakhwela bhedini ndalala MNA ndethuke past 2 kuba nditshiswa ngumchamo mandithi akukho nomnye nditsixelelwe ngaphandle mxm didn't mind sana ndicime ilight ndabuyela ezingubeni ndalala fike past 5 anele sethatha isitsixo setaxi eyaerekini ndab ndizilalisile waphuma
Uba uvelaphi sobe undive ndimbuza soze kwaye yonke into ayenzayo aze enze sure andiyiboni oh hey uzambona ukuba uManxuba akaqhelwa .
Ndavuka ekuseni ndendlula ndagoduka ndagqibezela upheka kungene msg " bbe islept kwa thulz qene ukuvusa ilv u " andamphendula " its fine my lv lv u2"
Noba after 3 minutes imkile msg afoune


Me: bbe


Anele: awuqumbanga


Me: ndizoqumbela ntoni hun


Anele: oh wenzani hope wenza Xmas food sozotya


Me: wena nabani


Anele: namajita


Me: okay
Wadropha foun ndapheka ndagqiba ndahlamba boy nam oh sabahle damn bendingafuni kucinywa ndafounela chomy


Chomy: chomy
Me: I miss u


Chomy: imic u2 ndiyeza ngoku vha


Me: waiting
Nyani safika kwangoku


Chomy: wow u look stunning chomy yam


Me: u also look fab


Chomy: umbonile uthulz


Me: ewe izolo


Chomy: yhu labhuti his hot shame

akatshintshi
Ndahlekela ecaleni
Me:khondicedise ndiphake bayeza aba


Chomy: obani
Ndancuma
Chomy; oh ayikho le ndiyibuzayo
Sahleka saphaka nyani bangena sisaphaka babulisa
Anele: umhle bbe
Me: enkosi love
Sancokola Wethu satya


Thulani: wow u chef ntara
Me: lol thanks thulz


Chomy: awancuma kodwa kupheke MNA
Sahleka sonke


Thulani: now its my turn yoba ndinikhuphe


Bonga: asiyeni etown


Anele: makuyiwe
We all got in a car bavula umculo phezulu........

Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !