INSERT 26

1 Like = ❤️
0

Oko ndizama ufounela Anele iphelile i2days iringa nje ide ingene kwi voicemail ayibajwa bendine worry noba kwenzekani ngoku yona eka Thulani ibingaqali noqalisa uringa ibivele ingene straight kwi voicemail yavele lonto yandenza cinge kaninzi I decided to call buhle maybe she knows ukuba kwenzekani ikhale ayabajwa okokuqala ndaphinde wade wayibamba
Buhle; hi
Ebetsholo ezantsi kuvakala ukuba akanamdla wokuthetha nam khange buze nempilo
Me:bukhe wamfounela Anele wamthola
Uthule ixesha engaphenduli okomntu lo usacinga impendulo
Buhle:akayibambi bendikhe ndamfounela ebusuku.
Me:okey
Ndadropha founi yam kuba bendisiva ukuba akanamdla wothetha maybe ndimphazamisile ehleli nomntu wakhe.ndanxiba ndatsixa umnyango bendisiya kwaBonga because bendingenayo inumber yakhe for umfounela indlela eya kwaBonga ibidlula ngakwaAnele ndithe xa ndizodlula hayman kuvuliwe apha ndema caleni kwendlu ndamamela kuba bekuthethwa apha ngaphakathi
Buhle:how long are you going to lie to her
Bonga:uyazi shez going yo find the truth soon or later coz bayathetha abantu apha phandle
Buhle:you have to tell her bhuti 
Anele: she can't know the truth if ndiyamxelela it will be the end of us
Buhle:uzathi kutheni ke 
Bonga:we will figure something out and Ace zuthethe naThulz akukhavele naye 
Anele:eish suthetha ngalowo I owe him a lot usindise ubomi bam andikwaz umfaka apha uyazi nawe lomntu kadibani nobuxoki
Buhle:bhuti just tell her the truth
Anele:andikwazi uNtando I can't tell her
Ndangena xa egqibezela uthetha wethuka wazithunuka ndimve encwina
Me:molweni
Bonga: ewe
Kwathuleka ndabe ndime ecaleni komnyango okomntu ozocela iswekile
Bonga:mntana wathi vumbu ngathi kudala ulapha emnyango
Me:mhlambi ungadicenda ngoba undixelele yintoni le mandingayazi bhuti Bonga
Waphakama uBuhle 
Bonga: uthetha ngantoni mntana
Me:hlehle bungathi ayibajwa ifouni nah
Wathula ndabe ndimjongile ndilinde mpendulo
Buhle: ndiyafika mna apha ufuke sendihamba futhi 
Watsho ephuma
Anele: molo bbe
Andizumphendula NTU kelo 
Me:bhuti Bonga bendibuzile okanye awuzundixelela as ba senigqibile uba mandigazinto
Bonga: better uthethe noAce 
Anele:Ntando
Me:cela undiyeke Anele
It ws my first time umbiza ngegama phambi kwakhe
Anele: haibo lastborn ndikuyekekeni
Me:awutsho kum uba uphumile esibhedlele awuphenduli calls zam kunzima nobhala SMS le
Anele:ndiyafika ngoku mna bendizakufounel na ngoku ungena xa ndithi ndiyafouna
Me:uxokelani
Bonga;nyani
Me:cela uthule ke wena khange ukwazi uphendula ndikubuze umbuzo
Wathi shwamcwe wathula he didn't ukuba ndimlo ukwazi uthetha naye kanje
Anele:yehlisa umoya uzophinde ungabikho ryt ugulise umntana
Me:if ubumkhathalele lomntana ngewuthathe founi wafouna wathi uryt mandinga stress ngawe
Zabe inyembezi zifuna uphuma but bendingazivumeli
Waphakama wazondibamba
Anele:uxolo bbe
Me:ndixelele inyani ndizikuxolela
Wajonga uBonga 
Anele:eyiphi inyani
Me:uhlatyelweni
Anele:ndiryt ngoku bbe let's no worry about that
Me:awuzundixelela
Anele:its the best if u dnt know
Ndamjonga ngamehlo anenyembezi
Anele:plz don't do this.I can't tel you the truth
Ndaphakama bendinomsindo 
Me:then yohlukana nam xa ungenokwazi undixelela inyani awundithandi moss masiyiyekele lento sondityaniswa ngumntana  qha
Anele:ndiyakuthanda Ntando suyenza lento
Bonga: khohlale phantsi 
Ndaphuma ndahamba ndabashiya apho.ndafika endlini ndazivalela ndakhala.
Ndiyamthanda Anele more than anything his my first love the father of my child bendizisolo for ukumala but bekukho into ethi you have done the ryt thing coz uyakuthanda as he claims bezoxela inyani no matter how bad it is.

Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !