INSERT 38

Down
0

Basela noba around 10 ndive uBonga esithi uhamba nyani ke wahamba uAnele wavala emnyango wazongena ezigubeni ebefuna ndithetha kuba ebezinyanzela kum kodwa uyazibona uba uyadigodolisa but ikept my mouth shut ndabe ndijonge egubhini wabeka izandla zakhe phezukwam
Anele: bbe cela undijonga
Andamhoya bebudinukela kakubi nobutywala amane ebubhodlela kum
Anele: Ntando khadinjonge plz
Ndayijika ndamjonga kuba bengasoze andiyeke
Me: undivuselani ndilele
Anele: we need to talk
Me: asinokwazi uthetha gomso
Anele: no funa ngoku plz bbe
Me: oh
Anele: Ntando ndiyakuthanda kakhulu yiyo lento eyenze reactor ngalandlela I don't want to loose you
Me: if you continue doing lento yakho you will loose me
Anele: uxolo bbe ngoku betha soze ndiphinde
Me: hope awuzuphinda nyani ke
Anele: trust me bbe I promise and will never doubt your love for me again
Me: okay
Wandibeka esifubeni sakhe
Anele: lala Manxuba wam I love you vha
Me: I love you2
Anele: uthi nawe I love you Maya wam
Me: I love you too Maya wam
Sancokola ke wade watipha nam ndalala ndethule past 8 but andavuka bendifuna ufika abantu endlini beye ecaweni nyani ke no Anele avuke NGO 9
Anele: haibo utheni ungadivusi
Me: bendisakubuka
Anele: yho intloko
Me: abuyotanga yakho utywala
Anele: oh haike wena khandiphe idrink
Ndavuka ndamenzela idrink ndamnika
Anele: enkosi bbe hlala apha caleni kwam
Me: ngoba
Anele: funa ukubuka chin wena no Nana Wethu
Me: haibo kunini wadibuka
Anele: umhle kodwa lastborn yam
Me: mxm haike wena khoyeke ndihambe kulate ngoku
Anele: sewuhamba
Me: Ku late ngoku chin
Ndaphakama ndema emnyango
Anele: iza ncamise ke
Ndasondela I gave him ahell of a kiss ugqiba ndayoma emnyango
Anele: haibo come on bbe
Ndamhleka ndamshiya esathetha.
Fike endlini kungekho Bantu ndacleaner ugqiba ndapheka after that ndahlamba bafike xa gqibo hlamba ndabaphakela ndabanika batya khange bathethe uba bendilele phi.ugqiba kwabo ndahlamba izitya ndayozivalela ekamereni bendingathandi uhlala nabo oko ndamitha bendizivalela in my room.
Ndiye ndalala thuswe call ka Anele
Me: hi
Anele: ulele nah
Me: ewe
Anele: uzobalivila lomntana bbe khovuke
Me: hayi andifuni chin
Anele: kutheni ungadikhumbuzanga
Me: intoni
Anele: imali yeskolo
Me: oh libele nam
Anele: ndizoza kwelocala late ndizokuphathela
Me: OK bbe
Anele: uyazi kukho into endikuthengele yona
Me: yintoni leyo
Anele: can't tell you uzoyibona late
Me: can't wait
Anele: its worth the wait
Me: mmmmm okay ke
Anele: I love you
Me; I love you too
Anele: uzuye clinic before kwenzeke something wrong
Me: nothing will happen
Anele: you are 7 moths pregnant ngumntu lomntana ngoku ngekhe bhadle if I can loose him
Me: her
Anele: Lol his a he uyazi nawe ukhaba okwe striker
Me: Lol whatever
Sancokola sana kwamandi ................
Like
Comment
Share
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !