INSERT 49

Down
3

Oko linde umama kwade kwabetha no10 ebusuku akade abuye worse nefouni yakhe uyishiye apha endlini ndaqala ndoyika more ngoku so ndabona uba mandifounele Anele
Anele: hi
Me: uphi
Anele: wathi gqi sondibuza ukuba ndiphi after kudala founelana nawe MNA ungayibambi
Me: uzandiphendula ewe or hayi
Anele; chin wadibhokela kanti ntoni gxaki yakho uvumile uba uzoza sincokole but andiyihoyanga leyo ndonyanya lento yoba uvume kumama uba uzoza noboy kunini ulindiwe ndinjongeke ngesibhanxa mna
Ebenimsindo shame nyani if bendisecaleni kwakhe noba umva wempama bezokhe andifake wona.
Me: oko engula uboy from ekuseni yiyo lento ndingazanga
I had to lie ngoba oko engula sisizathu soba khandiye kowabo
Anele: kwanzima nondixelela kengoku
Me: bendizofouna njani oko ekhala nam ndigayaz uba ndenzeni hayi chin
Anele: unjani ngoku
Me: andimaz oko emke nomama
Anele: haibo ntando kanti umntana userious but awuzidubi ngofouna
Ndathula andamphendula
Kwabe kungena nomama
Me: naku efika nomama
Anele: uryt
Me: zaphinde kufounele ndikuxelele
Ndathatha uboy yho amehlo ebetshonile sana ufakwe intambo esiqeni
Me; umsephi
Mama: emntwini bingu moya omdaka andazi utatakho benisaphi pha kodwa lomntana bengaqiniswanga
Khange ndibe thetha ndiye ndathatha sana Lam sayolala fike ndaguqa ngedola ndathandaza I was so scared .kungene call ka Anele
Me:hi
Anele: awude ufoune kunini lindile
Me: uxolo
Anele: okay bbe unjani ngoku
Me: uryt bbe Noko ulelw ngoku
Anele; gomso andiyi emsebenzini zumzise
Me: okay
Anele: call me xa ephinde akabikho ryt
I wonder ntoni azoyenza yena
Me: okay gudnyt
Anele: nyt bbe love you
Ndalala khange andihluphe shame uyewalala ncum nam bedimane sethuka ndimjonga kwasa noba utata belindele phinde ndiyovula eshop but bendizixelele uba andiyi apho yhini
Tata: uzoyovula nini kusemini ngoku
Me: hayi andizuyovula MNA akekho ryt umntana wam
Tata: chin uryt lomntana
Me: andicingi what if uphinde uyagula hayi haibo hambo vula wena
Tata: uyaphendula ngoku
Ndathula ndatyisa usana lam
Tata: ubangaba uzenza idikazi uphume kwam
Me: ndiyephi
Tata: apho uyoziphatha khona
Me: andizuya kwandawo
Ndaphakama ndayakamereni yam wabe ebhobha yedwa ekitchen kuphume mama ekamereni
Mama: yintoni nabe shawutana ucinga uzohlala njani nomntana ogaphilanga eshop
Tata: akafundi wakhetha umitja ngoku ulindele ukondliwa ngubani hayi ndonele ukondla usapho olungaka mna
Mama: ingathi wena uhamba uzala ushiya ungakhe ulinge uthethe noba yintoni
Wathula utata ndaphuma kamereni ndahlamb MNA noboy sahamba mabathukane singekho thina .fike Anele egqegqile ehleli yedwa sangena
Me; molo
Anele: ewe
Wabe ethatha uboy emjonga
Anele: ungaphindw uthule ungadixeleli uLelo egula vha
Me: okay
Anele:ngumntana wam lo nam nelungelo lokwazi ukuba kwenzekani kuye
Me; okay uxolo ke
Anele; ndikuxolela but if bekenzelwe yinto bendingasoze kuxolele
Ikissed him
Me: I love you
Anele: I love you more
Sancokola Wethu kwade kwangena mamakhe.
Mamakhe; akusemadi nje ndive intsini sekude
Anele: sonwabile nje
Mamakhe; yonwaban saphani umzukulwana lowam kemna ndibe hamba naye kunini ndimkhumbula ndimvijiwe izolo
Me: ebengaphilanga
Mamakhe: undixelele sisi akhogxaki
Samnika uLelo sahamba naye sashiyeka soyi2
Anele: ekugqibeleni ndalithola ithuba lothetha nawe
Ndamjonga he was so serious
Anele,: yazi apha endlini bath I ndimdala ngoku
Me: bungaziboni wena
Anele: bafuna kuthathe since ndikumoshile
Ndathula ndamjonga
Anele: ntando
Me;ea
Anele: uyivile lento ndiyithethayo
Me:ewe
Anele: ngoku uthini wena
Me: uthi kaloku bathi kanti wena uthini
Wajika wajonga kum wadibamba ngesandla
Anele: I love you bbe and I want to spend the rest of my life with you, I want to grow old with you ndiyazi uthi usemcici but plz think about it me,you n Lelo bbe
He smiled at me damn his smile besidenza bengathu m in heaven being with him yonke into ibuba possible bendiziva ndikhululekile
Me: I'll think about it
Anele:promise
Me: promise
We kissed wandifuqula wadibeka ebhedini he kissed me slowly in the neck I could feel his dick was getting hard I pushed him but I pulled him back and yes we had sex it was so amazing ndahlala on his chest
Anele:bbe
Me: mmm
Anele: I love you
Me: I know and I love you too
He kissed my fore head I felt so safe in his arm just like the first time we met.
Tags

Post a Comment

3Comments

  1. Wooow im speechless krrp up the good work cc amnandi amabali wakho❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤❤

    ReplyDelete
  2. Yesterday i didn't sleep i went to bed by 3:00am reading from insert 1 to insert 46 you are very talented my dear

    ReplyDelete
  3. I literally not slept ladt

    ReplyDelete
Post a Comment

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !