INSERT 50

Down
0

We both took abath since besizoya endlini kabhuti wakhe apho iparents zakhe bezihlala khona sithe xa sigqiba uhlamba kuye kwangena ubuhle
Buhle: nilibele kuthandana Nina apha ngoku nilindiweyo
Anele: sisathandana chin
Buhle: niya overdoser chin
Anele: satsho isishumane
Sahleka sonke
Me: masose sihambani sonke
Buhle: hayi andihambi nelove birds mna
Yatsho lanto iphuma ngondalala.
.ubuhle bemdala but around me bengabe esithi ndimdala ebeyithoba igqondo andicebise noba ke ndithetha lomatsele am.
Saphuma besibambene ngesandla kukhale foun kaAnele andinjonge then ayiphendule ancokole agqibe ebevakala uba uncokola nechomy yakhe agqibe me uthetha nefoun
Me: ngubani
Anele: nguThulz
Andabuza noba besithini kuba kobangathi funa ukwazi ngaye
Me: oh
Anele: uthi uyeza apha ekapa next month kwi leave yakhe
Me: ngoku wayethi ngekhe aphinde aze apha
Anele: uthi uyasikhumbula and nam I miss lamfo nam he always has solutions to every problem
Me: shame makazoninjonga
I quickly change the subject talking ngoThulani khange feeler comfortable
Me: iparents zakho zihamba nini
Anele:tomorrow bbe futhi cela undikhaphe xa sibakhapha
Me: if zokwazi
Anele: uzoba busy yintoni
Me: tata ufuna thengise eshop
Wathula wandinjonga he was so shocked
Anele: haibo bbe nomntana on 4 months
Me: umbona emdala yena
Anele: haike umntana wam gcose amke nomama
Me: hayi akayindawo umntana wam
Anele: suqumba bbe benditsho nje akazuhamba uboy vha
Me: okay
Sade safika sabulisa sahlala phatsi
Mamakhe: anisafanelene nje
Sancuma we both couldn't help it
Tatakhe: chin nkosikazi yeka abantwana ubenza intloni worse akakuqhelanga unontombi yena
Mamakhe: ngeyidiqhela coz sizohlalelana ngenye mini
Haike sancokola kwade kwalate oko mane ndithi ndiyahamba suke kuqalwe enye incoko kwade kwabetha u9
Me: ndikhaphe
Nditsho hlebeza ku anele nako yena ekhwaza
Anele: ndikukhaphe
Mamakhe: yhini soze uhambe nomntana ebusuku hamba umashiye yena
Anele: nyani bbe khoyeke alale naye uyahamba gomso plz my lastborn
Me: okay
Kwaphakwa satya gqiba ndahlamba izitya
Anele: masambe
Me: ukuba uyakhala nifoune
Mamakhe: chin ndingumzali we4 yonke sobe abenakwanto sisi ungabinaxhala
Anele: uvile ke asambe
We kissed our baby boy sahamba bekunetha so besikhawuleza khange sibe sithetha sangena endlini wabeka amanzi
Anele: khulula izihlangu kuhlambe inyawo
Idid just that wazihlamba
Anele: azimbi nezinyawo
Me: zifuze ezi zakho
Anele: zintle ezam chin
Saphikisana wade wagqib wadinika shorti yakhe nevest yakhe ndanxiba
Anele,: awabimhle man bbe have I told you ukuthi I love you
Me: no bbe
Anele: I love you manxuba wam
Me: I love you too Maya wam omhle
Sangena ezingubeni sancokola
Anele: bbe next year nakajani funeka ubuyele eskolweni
Me: ndizobuyela bbe nyani shame
Anele: plz man funa ubengu miss
Me: lol mxm
Sancokola ndade ndalala.
Vuke endijongile engasancume
Anele: I would really love uba uvuke next to me everyday
Me: chin kudala uvukile nah
Anele: ewe uyarhona maan
Me: uyaxoka maan
Wavuka wandenzela I breakfast
Anele: naku ukutya wife
Me: thanks bbe
Satya.Anele his the guy that xa onwabile afune uyibone lonto being him I was complete nothing else matters haike wena ijokes its when I remembered ukuba yintoni into eyenza ndamvuma kwasekuqaleni .I love u anele with every bit of my heart
Me: bbe
Anele: love
Me: I want to spend the rest of my life nawe
Anele: bbe
Waphakama ebhedini bekungathi ndithethe isidrikhe
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !