INSERT 53

Down
0

Bendimane senza lonto oko xa zikhona iparents zam bendiyikhupha iring ndiphinde ndiyifake xa bengekho so iphelile iveki ndigamboni Anele sifounelana nje but namhlanje vuke ndimkhumbula kwaye bekungomgqibelo utata ekhona so binguye umntu ovule eshop.ndapheka ndahlalamba uAlwaba no Lelo gqiba ndahlamba nam
Me: mama saya kulo sive
Mama: ungabuyi late
Me: zakhawuleza buye
Bendizazi ukuba ndiyaphi mna ndaphuma ndahamba ndadlula kuchomy
Chomy: anisanqabe bethuna yintoni
Me: sonqena ukubhidisa ufunda Chomy
Chomy:kodwa imic u sisiyalu kwesasikolo
Me: kushiyeke 3 months ndibuye nangonanje ndizofika sewushota kancinci uphume
Chomy: hayi Wethu suyicinga lonto
Sancokola kancinci Wethu ndizulisa wabe naye ebezoya emntwini wakhe so sasose sahamba soyi2 wahamba ngeyakhe indlela nam ndaphuma ngeyam indlela.
Bekugxolwa kucaca ukuba kugcwele ndakhupha ring epokothweni ndayibuyisela emnweni wayo sangena yho bekuselwa kugcwele nabantu endingabaziyo ndazisola sendifikile ukuba ndizofunani apha.ndabulisa bavuma shame
Anele:ngu bbe wam ndodwa lo guyz my wife to be
Nako edicamisa ebonisa wonke umntu lering yam kubekho lo sisi ithethayo
Voice; wena wonke utshante umthandile akwaba ubu player buphelile
Anele: andiyoplayer MNA buza ubbe
Ndavala owam umlomo bendikruquke nangulo undifutha ngotywala kodwa Bethe soze aphinde asele
Me: besidlula sophinde sikubone
Anele: shiya uboy uhamba ke wena
Me: andicinge shiye umntana wam unje
Voice: somgada umntana nontombi yintoni
Andahoya kwalentombi ndajika ndajonga emnyango ndaphuma wadilandela u anele
Anele; yintoni wadijongisa ngabantu
Me: khadiyeke MNA wawuthe kum awuphinde usele
Anele; igxaki bbe kufike abakhaya bezondibona ndoqene ukuthi hayi
Me: ndiyeke ndihambe zakubona xa ungaselanga
Wathi hlwiphu uboy kwangena naye endlini mxm andamlandela ndagoduka chin kude kwabetha u6 akamzisi nefoun yakhe akayibambi
Mama: uzoyomlanda nini umntana
Me: ngoku
Mama: hamba ngoku angalinge alale phaya lamntana
Mxm ndathichu ndayomthatha ndifika kukho buhle ndangena ulele uboy
Buhle: uphantse wafika ndimke naye
Me: uphi Anele kanti
Buhle; lowo utotal out ndimqande efuna uhamba naye phofu bayosela etown
Me: yhu usana lwam
Bendinimsindo ndathatha usana lwam
Buhle; wow gal ayintle ring yakho makoti wasekhaya
Bendingenawo nomdla wobe ndiphendula ndancume ncumeza
Me:enkosi sokubona gomso
Ndatsho phuma ngomnyango ndafika endlini ndamtyisa ugqiba ndahlamba salala khange afoune Anele oko mane jonga ifouni yam ndavuka ekuseni kukho message yakhe " bbe sorry ngento yayizolo sobe phinde yenzeke I promise bbe" ndamfounela
Anele: hi bbe
Ndavele ndawa emxholweni andabe buzana nempilo
Me: uxolo yinto ekufuneka ndiyive oko kuwe
Anele: xolo bbe
Me: m tired kukuva uxolo lwakho mna oko uxolo uxabise utywala ushiye umntana wakho
Anele: bendimshiye Ku buhle
Me: MNA ndimshiye kuwe mna
Anele: cela uvele plz sithethe
Nyani ndaphuma wabe eme endleleni
I love uAnele ngentliziyo yam yonke naye uyayazi lonto kwaye uyayazi ukuba every time ecela uxolo ndiyamxolela but this time I had to teach him a lesson maybe he will stop doing things m against them.
Anele; ntoni wabumba ubuso umbi
Becimba zohleka but khange
Me: undibizelani
Anele: sorry bbe bendiba awuzundibona kwaye nguwe lo bungafuni undibona iveki yonke
Me; so you blame me ngokuxila kwakho
Anele: no bbe
Me: ndikuxolelw bbe vha
Anele: thanks bbe
Wancuma
Me: cela wene into zakho wenele ugqiba ubuyele kum
Anele: andizuyenza lonto MNA
Me: fine cela undenzele lanto yoba sikhe singabonani
Anele: uphambene kengoku
Me: okay
Anele: I love you ntando
Me: I love you too
Anele; then don't push me away plz bbe
Me:ufuna ndithin
Anele: ndithande
Me: okay yeka ndihambe
Ndamshiya apho Emile ndayongena endlini andazimbamba icall zakhe bendifuna ukhe ndiphole kancinci......,
Tags

Post a Comment

0Comments

Post a Comment (0)

#buttons=(Accept !) #days=(20)

Our website uses cookies to enhance your experience. Check Now
Accept !